IZenzo 9:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kodwa uSawule, esabafuthela ngesisongelo nokubulala+ abafundi+ beNkosi, waya kumbingeleli omkhulu 1 Korinte 15:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba ndingoyena mncinane+ kubapostile, yaye andikufanelekelanga ukubizwa ngokuba ngumpostile, ngenxa yokuba ndalitshutshisa+ ibandla likaThixo.
9 Kuba ndingoyena mncinane+ kubapostile, yaye andikufanelekelanga ukubizwa ngokuba ngumpostile, ngenxa yokuba ndalitshutshisa+ ibandla likaThixo.