Roma 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 ekuthe ngaye safumana ububele obungasifanelanga+ nobupostile+ ukuze zonke iintlanga+ zikholwe kulo igama lakhe, Galati 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 kuba Lowo wanika uPetros amandla ayimfuneko obupostile kwabo balukileyo wandinika amandla nam+ kwabo beentlanga;
5 ekuthe ngaye safumana ububele obungasifanelanga+ nobupostile+ ukuze zonke iintlanga+ zikholwe kulo igama lakhe,
8 kuba Lowo wanika uPetros amandla ayimfuneko obupostile kwabo balukileyo wandinika amandla nam+ kwabo beentlanga;