Roma 8:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kuba anifumananga moya wobukhoboka obangela uloyiko+ kwakhona, kodwa nifumene umoya+ wokwenziwa oonyana,+ moya lowo esithi ngawo sidanduluke sisithi: “Abha,+ Bawo!” 1 Tesalonika 2:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 kodwa, emva kokuba siqale ngokubandezeleka+ saza saphathwa ngokusa+ eFilipi+ (kanye njengokuba nisazi), uThixo wethu wasomeleza ukuze senze umzamo omkhulu wokuzithetha+ kuni iindaba ezilungileyo zikaThixo. ISityhilelo 21:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kodwa ke wona amagwala nabangenalo ukholo+ nabalizothe ngenxa yobunyhukunyhuku+ babo nababulali+ nabahenyuzi+ nabasebenzelana nemimoya nabanquli-zithixo+ nawo onke amaxoki,+ isahlulo sabo siya kuba sedikeni elivutha umlilo+ nesalfure.+ Oku kuthetha ukufa kwesibini.”+
15 Kuba anifumananga moya wobukhoboka obangela uloyiko+ kwakhona, kodwa nifumene umoya+ wokwenziwa oonyana,+ moya lowo esithi ngawo sidanduluke sisithi: “Abha,+ Bawo!”
2 kodwa, emva kokuba siqale ngokubandezeleka+ saza saphathwa ngokusa+ eFilipi+ (kanye njengokuba nisazi), uThixo wethu wasomeleza ukuze senze umzamo omkhulu wokuzithetha+ kuni iindaba ezilungileyo zikaThixo.
8 Kodwa ke wona amagwala nabangenalo ukholo+ nabalizothe ngenxa yobunyhukunyhuku+ babo nababulali+ nabahenyuzi+ nabasebenzelana nemimoya nabanquli-zithixo+ nawo onke amaxoki,+ isahlulo sabo siya kuba sedikeni elivutha umlilo+ nesalfure.+ Oku kuthetha ukufa kwesibini.”+