IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Timoti 5:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Bohlwaye+ ekuhleni abantu abaqhelisela isono,+ khon’ ukuze nabanye boyike ukona.+

  • Tito 1:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 ebambelele ngokuqinileyo elizwini elithembekileyo njengesiseko sobugcisa bakhe bokufundisa,+ ukuze akwazi ukubongoza ngemfundiso ephilileyo+ nokubohlwaya+ abo baphikisayo.

  • Tito 1:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Obu bungqina buyinyaniso. Ngenxa kanye yesi sizathu qhubeka ubohlwaya ngokuqatha,+ ukuze baphile+ elukholweni,

  • Tito 2:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Qhubeka uzithetha ezi zinto yaye ubongoza kwaye usohlwaya ngegunya elipheleleyo lokuyalela.+ Makungakhe kubekho mntu ukudelayo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share