Luka 24:49 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 49 Kwaye, khangelani! ndinithumelela oko kuthenjiswe nguBawo. Nina, ngoko, hlalani esixekweni nide nambathiswe ngamandla avela phezulu.”+ IZenzo 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 kodwa niya kwamkela amandla+ xa umoya oyingcwele ufika kuni, yaye niya kuba ngamangqina+ am eYerusalem+ nakulo lonke elakwaYuda naseSamariya+ kude kuse nakwezona nxalenye zikude zomhlaba.”+ 1 Korinte 1:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kuba intetho engesibonda sentuthumbo ibubudenge+ kwabo batshabalalayo,+ kodwa kuthi basindiswayo+ ingamandla kaThixo.+
49 Kwaye, khangelani! ndinithumelela oko kuthenjiswe nguBawo. Nina, ngoko, hlalani esixekweni nide nambathiswe ngamandla avela phezulu.”+
8 kodwa niya kwamkela amandla+ xa umoya oyingcwele ufika kuni, yaye niya kuba ngamangqina+ am eYerusalem+ nakulo lonke elakwaYuda naseSamariya+ kude kuse nakwezona nxalenye zikude zomhlaba.”+
18 Kuba intetho engesibonda sentuthumbo ibubudenge+ kwabo batshabalalayo,+ kodwa kuthi basindiswayo+ ingamandla kaThixo.+