IZenzo 28:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngokwenene ngenxa yoku ndibongoze ukuba ndinibone ndize ndithethe kuni, kuba ngenxa yethemba+ likaSirayeli ndibotshwe ngalo mxokelelwane.”+ Efese 6:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 endithi ngenxa yazo ndisebenze njengonozakuzaku+ ndisemixokelelwaneni; ukuze ndithethe ngenkalipho ngazo njengoko ndifanele kukuthetha njalo.+
20 Ngokwenene ngenxa yoku ndibongoze ukuba ndinibone ndize ndithethe kuni, kuba ngenxa yethemba+ likaSirayeli ndibotshwe ngalo mxokelelwane.”+
20 endithi ngenxa yazo ndisebenze njengonozakuzaku+ ndisemixokelelwaneni; ukuze ndithethe ngenkalipho ngazo njengoko ndifanele kukuthetha njalo.+