1 Korinte 6:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Sabani kulo uhenyuzo.+ Sonke esinye isono asenokusenza umntu singaphandle komzimba wakhe, kodwa lowo uqhelisela uhenyuzo wona nxamnye nomzimba wakhe.+ Efese 5:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngoko hlalani nikuphaphele ngokungqongqo ukuba indlela enihamba ngayo+ ingabi njengeyabantu abangezozilumko kodwa ibe njengeyezilumko,
18 Sabani kulo uhenyuzo.+ Sonke esinye isono asenokusenza umntu singaphandle komzimba wakhe, kodwa lowo uqhelisela uhenyuzo wona nxamnye nomzimba wakhe.+
15 Ngoko hlalani nikuphaphele ngokungqongqo ukuba indlela enihamba ngayo+ ingabi njengeyabantu abangezozilumko kodwa ibe njengeyezilumko,