2 Timoti 1:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kodwa ngamana iNkosi ingayenzela inceba yona indlu kaOnesiforo,+ kuba ngokufuthi wayendizisela ukuhlaziyeka,+ yaye akazange abe neentloni ngemixokelelwane yam.+ Hebhere 6:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 UThixo akanantswela-bulungisa ukuba angawulibala umsebenzi wenu nothando enalubonisayo ngegama lakhe,+ ngokuthi nilungiselele abangcwele+ yaye nisaqhubeka nibalungiselela.
16 Kodwa ngamana iNkosi ingayenzela inceba yona indlu kaOnesiforo,+ kuba ngokufuthi wayendizisela ukuhlaziyeka,+ yaye akazange abe neentloni ngemixokelelwane yam.+
10 UThixo akanantswela-bulungisa ukuba angawulibala umsebenzi wenu nothando enalubonisayo ngegama lakhe,+ ngokuthi nilungiselele abangcwele+ yaye nisaqhubeka nibalungiselela.