Efese 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 eyile, yokuba abantu beentlanga bafanele babe ziindlalifa ezimanyeneyo namalungu omzimba+ angamadlelane yaye babe nesabelo kunye nathi kwisithembiso+ ngokumanyene noKristu Yesu ngazo iindaba ezilungileyo. Hebhere 6:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuba ngokubhekisele kwabo babeye bakhanyiselwa kwaba kanye qwaba,+ nabaye bangcamla isipho sesisa sasezulwini,+ nabaye baba nesabelo kumoya oyingcwele,+ Hebhere 12:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ukuba ke aniqeqeshwa njengabo bonke abanye, ngokwenene beniya kuba niyimigqakhwe,+ kungekhona oonyana.
6 eyile, yokuba abantu beentlanga bafanele babe ziindlalifa ezimanyeneyo namalungu omzimba+ angamadlelane yaye babe nesabelo kunye nathi kwisithembiso+ ngokumanyene noKristu Yesu ngazo iindaba ezilungileyo.
4 Kuba ngokubhekisele kwabo babeye bakhanyiselwa kwaba kanye qwaba,+ nabaye bangcamla isipho sesisa sasezulwini,+ nabaye baba nesabelo kumoya oyingcwele,+
8 Ukuba ke aniqeqeshwa njengabo bonke abanye, ngokwenene beniya kuba niyimigqakhwe,+ kungekhona oonyana.