Roma 11:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Khangela, ke ngoko, ububele+ nokuba qatha+ kukaThixo. Kwabo bawileyo kukho ubuqatha,+ kodwa kuwe kukho ububele bukaThixo, ukuba nje uyahlala+ kububele bakhe; kungenjalo, kwanawe lo uya kulahlwa.+ 2 Korinte 3:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ke kaloku ngaye uKRISTU sithembele+ kuThixo. 1 Yohane 3:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Thina siyazi ukuba sidlulile ekufeni sangena ebomini,+ ngenxa yokuba siyabathanda abazalwana.+ Lowo ungenaluthando uhleli ekufeni.+ ISityhilelo 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Musa ukuzoyika izinto osele uza kubandezeleka ngazo.+ Khangela! UMtyholi+ uya kuhlala ephosa bambi benu entolongweni ukuze nivavanywe+ ngokupheleleyo, nokuze nibe nembandezelo+ imihla elishumi. Zingqine uthembekile kude kuse ekufeni,+ mna ke ndokunika isithsaba sobomi.+
22 Khangela, ke ngoko, ububele+ nokuba qatha+ kukaThixo. Kwabo bawileyo kukho ubuqatha,+ kodwa kuwe kukho ububele bukaThixo, ukuba nje uyahlala+ kububele bakhe; kungenjalo, kwanawe lo uya kulahlwa.+
14 Thina siyazi ukuba sidlulile ekufeni sangena ebomini,+ ngenxa yokuba siyabathanda abazalwana.+ Lowo ungenaluthando uhleli ekufeni.+
10 Musa ukuzoyika izinto osele uza kubandezeleka ngazo.+ Khangela! UMtyholi+ uya kuhlala ephosa bambi benu entolongweni ukuze nivavanywe+ ngokupheleleyo, nokuze nibe nembandezelo+ imihla elishumi. Zingqine uthembekile kude kuse ekufeni,+ mna ke ndokunika isithsaba sobomi.+