IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 4:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Wandula ke walijikeleza+ lonke elaseGalili,+ efundisa kwizindlu zabo zesikhungu,+ eshumayela iindaba ezilungileyo zobukumkani kwaye ephilisa lonke uhlobo lwesifo+ nalo lonke uhlobo lobulwelwe ebantwini.

  • IZenzo 15:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ke kaloku xa kwabakho ukuphikisana okukhulu,+ uPetros wasukuma waza wathi kubo: “Madoda, bazalwana, niyazi kakuhle ukuba ukususela kwimihla yangaphambili uThixo wanyula phakathi kwenu ukuba abantu beentlanga balive ngomlomo wam ilizwi leendaba ezilungileyo baze bakholwe;+

  • Kolose 1:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 ukuba nje, kambe ke, niyaqhubeka elukholweni,+ nimiselwe kwisiseko+ yaye niqinile+ ibe ningashenxiswa kwithemba lezo ndaba zilungileyo nazivayo,+ nezathi zashunyayelwa+ kwindalo yonke+ ephantsi kwezulu. Mna Pawulos ndaba ngumlungiseleli wezi ndaba zilungileyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share