Yobhi 31:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ndinokwenza ntoni ke xa uThixo ephakama?Yaye ndiya kumphendula ndithini na, xa efuna ingxelo?+ IZenzo 17:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ngenxa yokuba umise imini anenjongo ngayo yokuba agwebe+ umhlaba omiweyo ngobulungisa ngendoda ayimiseleyo, yaye ubanike isiqinisekiso bonke abantu ngokuba eye wayivusa+ kwabafileyo.” Roma 2:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Oku kuya kuba ngomhla waxa uThixo ngoKristu Yesu egweba+ izinto ezifihlakeleyo+ zoluntu,+ ngokuvumelana neendaba ezilungileyo endizivakalisayo.+ Roma 14:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngamnye wethu uya kuziphendulela kuThixo.+
31 Ngenxa yokuba umise imini anenjongo ngayo yokuba agwebe+ umhlaba omiweyo ngobulungisa ngendoda ayimiseleyo, yaye ubanike isiqinisekiso bonke abantu ngokuba eye wayivusa+ kwabafileyo.”
16 Oku kuya kuba ngomhla waxa uThixo ngoKristu Yesu egweba+ izinto ezifihlakeleyo+ zoluntu,+ ngokuvumelana neendaba ezilungileyo endizivakalisayo.+