Eksodus 25:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Njengako konke endikubonisa kona okungumfanekiselo womnquba nomfanekiselo wempahla yawo yonke, yindlela leyo enowenza ngayo.+
9 Njengako konke endikubonisa kona okungumfanekiselo womnquba nomfanekiselo wempahla yawo yonke, yindlela leyo enowenza ngayo.+