Levitikus 16:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Wothabatha ugcedevu+ luzele ngamalahle avuthayo omlilo esibingelelweni+ phambi koYehova, azalise izandla zakhe+ ngesiqhumiso sobulawu esicolekileyo,+ azingenise ngaphakathi kwekhuselo.+ ISityhilelo 8:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kwafika enye ingelosi yaza yema esibingelelweni,+ inesitya sesiqhumiso segolide; yanikwa isiqhumiso+ esininzi ukuba isinikele kunye nemithandazo yabo bonke abo bangcwele phezu kwesibingelelo segolide esasiphambi kwetrone.
12 “Wothabatha ugcedevu+ luzele ngamalahle avuthayo omlilo esibingelelweni+ phambi koYehova, azalise izandla zakhe+ ngesiqhumiso sobulawu esicolekileyo,+ azingenise ngaphakathi kwekhuselo.+
3 Kwafika enye ingelosi yaza yema esibingelelweni,+ inesitya sesiqhumiso segolide; yanikwa isiqhumiso+ esininzi ukuba isinikele kunye nemithandazo yabo bonke abo bangcwele phezu kwesibingelelo segolide esasiphambi kwetrone.