Levitikus 17:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba umphefumlo wenyama usegazini,+ yaye mna ndaninika lona esibingelelweni ukuze kucanyagushelwe+ imiphefumlo yenu, kuba igazi eli+ licamagusha+ ngomphefumlo okulo. 1 Petros 1:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kodwa kwakungegazi elixabisekileyo,+ njengelo lemvana engenasiphako nengenabala,+ elikaKristu kanye.+
11 Kuba umphefumlo wenyama usegazini,+ yaye mna ndaninika lona esibingelelweni ukuze kucanyagushelwe+ imiphefumlo yenu, kuba igazi eli+ licamagusha+ ngomphefumlo okulo.
19 Kodwa kwakungegazi elixabisekileyo,+ njengelo lemvana engenasiphako nengenabala,+ elikaKristu kanye.+