INdumiso 40:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ukwenza ukuthanda kwakho, Thixo wam, kundiyolisile,+Nomthetho wakho ungaphakathi ezibilinini zam.+ Yohane 6:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 ngenxa yokuba ezulwini+ ndihlele ukuza kwenza, kungekhona ukuthanda kwam, kodwa ukuthanda kwalowo wandithumayo.+
38 ngenxa yokuba ezulwini+ ndihlele ukuza kwenza, kungekhona ukuthanda kwam, kodwa ukuthanda kwalowo wandithumayo.+