IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Hebhere 7:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ukuba ke, ngokwenene ububingeleli bobuLevi+ bebuzisa ingqibelelo,+ (njengoko bebubalaselisa uMthetho,)+ bekusafuneka+ ngantoni na ukuba kuvele omnye umbingeleli ngokohlobo lukaMelkitsedeki,+ kungekhona ngokohlobo luka-Aron?

  • Hebhere 7:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Kuba uMthetho awenzanga nto yagqibelela,+ kodwa ukongezwa kwethemba+ elilunge ngakumbi kuye kwenjenjalo, lona elo sisondela ngalo kuThixo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share