2 Petros 2:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngokuqinisekileyo ukuba, emva kokuphepha izidyobho zehlabathi+ ngolwazi oluchanileyo lweNkosi noMsindisi uYesu Kristu, babandakanyeka kwakwezi zinto kwakhona baze boyiswe,+ iimeko zokugqibela ziba mbi ngakumbi kubo kunezokuqala.+
20 Ngokuqinisekileyo ukuba, emva kokuphepha izidyobho zehlabathi+ ngolwazi oluchanileyo lweNkosi noMsindisi uYesu Kristu, babandakanyeka kwakwezi zinto kwakhona baze boyiswe,+ iimeko zokugqibela ziba mbi ngakumbi kubo kunezokuqala.+