Yohane 7:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ngoko ke uYesu wadanduluka njengoko wayefundisa etempileni wathi: “Niyandazi mna, nisazi nalapho ndivela khona.+ Kanjalo, andizizelanga ngokwam,+ kodwa lowo undithumileyo uyinene,+ yaye nina animazi.+ Roma 10:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Noko ke, baya kubiza njani na kulowo bangakholwanga kuye?+ Baya kukholwa njani na kulowo bangevanga ngaye? Baya kuva njani na kungekho bani ushumayelayo?+ Hebhere 9:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kuba uKristu wangena, kungekhona kwindawo engcwele eyenziwe ngezandla,+ engumfanekiso weyokwenene,+ kodwa ezulwini ngokwalo,+ ukuze ngoku abonakale phambi kukaThixo ngenkqu ngenxa yethu.+
28 Ngoko ke uYesu wadanduluka njengoko wayefundisa etempileni wathi: “Niyandazi mna, nisazi nalapho ndivela khona.+ Kanjalo, andizizelanga ngokwam,+ kodwa lowo undithumileyo uyinene,+ yaye nina animazi.+
14 Noko ke, baya kubiza njani na kulowo bangakholwanga kuye?+ Baya kukholwa njani na kulowo bangevanga ngaye? Baya kuva njani na kungekho bani ushumayelayo?+
24 Kuba uKristu wangena, kungekhona kwindawo engcwele eyenziwe ngezandla,+ engumfanekiso weyokwenene,+ kodwa ezulwini ngokwalo,+ ukuze ngoku abonakale phambi kukaThixo ngenkqu ngenxa yethu.+