ABagwebi 14:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Waza umoya kaYehova wasebenza kuye,+ ukuze ayiqwenge kubini, kanye njengoko ubani eqwenga itakane eliyinkunzi kubini, kwaye kwakungekho nto konke konke esandleni sakhe. Akazange amxelele uyise okanye unina into ayenzileyo. 1 Samuweli 17:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Waza uDavide wahlabela mgama wathi kuSawule: “Umkhonzi wakho waba ngumalusi kayise kuwo umhlambi, kwaza kweza ingonyama,+ kwanebhere, nganye yathabatha imvu emhlambini.
6 Waza umoya kaYehova wasebenza kuye,+ ukuze ayiqwenge kubini, kanye njengoko ubani eqwenga itakane eliyinkunzi kubini, kwaye kwakungekho nto konke konke esandleni sakhe. Akazange amxelele uyise okanye unina into ayenzileyo.
34 Waza uDavide wahlabela mgama wathi kuSawule: “Umkhonzi wakho waba ngumalusi kayise kuwo umhlambi, kwaza kweza ingonyama,+ kwanebhere, nganye yathabatha imvu emhlambini.