1 Kumkani 18:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngenxa yoko kwathi uIzebhele+ akubanqumla abaprofeti bakaYehova,+ uObhadiya wathabatha abaprofeti abalikhulu wabafihla emqolombeni ngamashumi amahlanu, yaye wayebabonelela ngesonka namanzi.)+ 1 Kumkani 19:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ekugqibeleni wangena emqolombeni apho,+ ukuze achithe khona ubusuku; kwaye khangela! nalo ilizwi likaYehova libhekisa kuye, lathi kuye: “Uyintoni na apha, Eliya?”+
4 Ngenxa yoko kwathi uIzebhele+ akubanqumla abaprofeti bakaYehova,+ uObhadiya wathabatha abaprofeti abalikhulu wabafihla emqolombeni ngamashumi amahlanu, yaye wayebabonelela ngesonka namanzi.)+
9 Ekugqibeleni wangena emqolombeni apho,+ ukuze achithe khona ubusuku; kwaye khangela! nalo ilizwi likaYehova libhekisa kuye, lathi kuye: “Uyintoni na apha, Eliya?”+