1 Korinte 9:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Anazi na ukuba iimbaleki+ elugqatsweni zibaleka zonke, kodwa inye kuphela eyamkela umvuzo?+ Balekani+ ngendlela yokuba niwufumane.+
24 Anazi na ukuba iimbaleki+ elugqatsweni zibaleka zonke, kodwa inye kuphela eyamkela umvuzo?+ Balekani+ ngendlela yokuba niwufumane.+