Isaya 35:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yomelezani izandla ezibuthathaka, niwaqinise amadolo agexayo.+ Hebhere 10:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 singakutyesheli ukuhlanganisana kwethu ndawonye,+ njengoko kulisiko labathile ukwenjenjalo, kodwa masikhuthazane,+ ngokungakumbi njengoko nibona ukuba imini iyasondela.+
25 singakutyesheli ukuhlanganisana kwethu ndawonye,+ njengoko kulisiko labathile ukwenjenjalo, kodwa masikhuthazane,+ ngokungakumbi njengoko nibona ukuba imini iyasondela.+