Isaya 8:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Khangela! Mna nabantwana andinikileyo uYehova+ sinjengemiqondiso+ nemimangaliso kwaSirayeli evela kuYehova wemikhosi, ohlala eNtabeni yeZiyon.+ Yohane 1:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ke bonke abamamkelayo+ wabanika igunya lokuba ngabantwana bakaThixo,+ ngenxa yokuba babebonisa ukholo egameni lakhe;+ 1 Yohane 3:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Hayi ubukhulu bothando+ lukaBawo kuthi, lokuba sibizwe ngokuba singabantwana bakaThixo;+ yaye singabo. Kungenxa yoko le nto ihlabathi+ lingasazi, ngenxa yokuba alimazanga yena.+
18 Khangela! Mna nabantwana andinikileyo uYehova+ sinjengemiqondiso+ nemimangaliso kwaSirayeli evela kuYehova wemikhosi, ohlala eNtabeni yeZiyon.+
12 Ke bonke abamamkelayo+ wabanika igunya lokuba ngabantwana bakaThixo,+ ngenxa yokuba babebonisa ukholo egameni lakhe;+
3 Hayi ubukhulu bothando+ lukaBawo kuthi, lokuba sibizwe ngokuba singabantwana bakaThixo;+ yaye singabo. Kungenxa yoko le nto ihlabathi+ lingasazi, ngenxa yokuba alimazanga yena.+