IZenzo 7:58 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 58 Yaye emva kokumphosela ngaphandle kwesixeko+ bamgibisela ngamatye.+ Kwaye amangqina+ abeka izambatho zawo zangaphezulu ezinyaweni zomfana obizwa ngokuba nguSawule.+ Roma 15:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba kwanoKRISTU akazange azikholise yena ngokwakhe;+ kodwa kunjengokuba kanye kubhaliwe kwathiwa: “Ungcikivo lwabo babekungcikiva luphezu kwam.”+ 2 Korinte 12:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngoko ke ndiyakholiswa bubuthathaka, kukuthukwa, kukuswela, ziintshutshiso neenzima, ngenxa kaKristu. Kuba xa ndibuthathaka, kuxa kanye ndinamandla.+ 1 Petros 4:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ukuba niyangcikivwa ngenxa yegama likaKristu,+ ninoyolo,+ ngenxa yokuba umoya wozuko, oko kukuthi, umoya kaThixo, uphumle phezu kwenu.+
58 Yaye emva kokumphosela ngaphandle kwesixeko+ bamgibisela ngamatye.+ Kwaye amangqina+ abeka izambatho zawo zangaphezulu ezinyaweni zomfana obizwa ngokuba nguSawule.+
3 Kuba kwanoKRISTU akazange azikholise yena ngokwakhe;+ kodwa kunjengokuba kanye kubhaliwe kwathiwa: “Ungcikivo lwabo babekungcikiva luphezu kwam.”+
10 Ngoko ke ndiyakholiswa bubuthathaka, kukuthukwa, kukuswela, ziintshutshiso neenzima, ngenxa kaKristu. Kuba xa ndibuthathaka, kuxa kanye ndinamandla.+
14 Ukuba niyangcikivwa ngenxa yegama likaKristu,+ ninoyolo,+ ngenxa yokuba umoya wozuko, oko kukuthi, umoya kaThixo, uphumle phezu kwenu.+