IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Luka 16:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 “Kanjalo, ndithi kuni, Zenzeleni abahlobo+ ngobutyebi obungebobabulungisa,+ khon’ ukuze, xa obo busilela, banamkelele kwiindawo zokuhlala ezingunaphakade.+

  • Hebhere 11:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kuba wayelindele isixeko+ esineziseko zokwenene, sixeko eso esimakhi nomenzi waso unguThixo.+

  • Hebhere 12:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Kodwa nina niye nasondela kwiNtaba yeZiyon+ nakwisixeko+ soThixo ophilayo, iYerusalem yasezulwini,+ namashumi amawaka eengelosi,+

  • ISityhilelo 3:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 “‘Lowo woyisayo—ndiya kumenza intsika+ kwitempile+ yoThixo wam,+ yaye akasayi kuze aphume kuyo kwakhona, ndize ndilibhale kuye igama loThixo wam negama lesixeko soThixo wam, iYerusalem entsha+ ehla iphuma ezulwini kuThixo wam, nelo gama litsha lilelam.+

  • ISityhilelo 21:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ndabona kwanesixeko+ esingcwele, iYerusalem Entsha, sisihla siphuma ezulwini+ kuThixo yaye silungisiwe njengomtshakazi+ ehonjiselwe indoda yakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share