Genesis 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Wandula ke uThixo walusikelela usuku lwesixhenxe waza walungcwalisa, kuba uThixo waphumla ngalo kuwo wonke umsebenzi wakhe awudalileyo, wawenza.+ Efese 3:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 nokuze ndenze abantu babone indlela elungiselelwa+ ngayo imfihlelo+ engcwele yona ebikade ifihliwe ukususela kwixesha elidlulileyo elingenammiselo ikuye uThixo, owadala zonke izinto.+
3 Wandula ke uThixo walusikelela usuku lwesixhenxe waza walungcwalisa, kuba uThixo waphumla ngalo kuwo wonke umsebenzi wakhe awudalileyo, wawenza.+
9 nokuze ndenze abantu babone indlela elungiselelwa+ ngayo imfihlelo+ engcwele yona ebikade ifihliwe ukususela kwixesha elidlulileyo elingenammiselo ikuye uThixo, owadala zonke izinto.+