IMizekeliso 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba uYehova unika ubulumko;+ emlonyeni wakhe kuphuma ukwazi nokuqonda.+ Yohane 15:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ukuba nihlala nimanyene nam nawo amazwi am ahlale kuni, celani nakuphi na enikunqwenelayo yaye kuya kwenzeka ngenxa yenu.+ 1 Yohane 5:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Yaye sinentembelo yokuba,+ kungakhathaliseki ukuba yintoni na esiyicelayo ngokuvumelana nokuthanda kwakhe, uyasiva.+
7 Ukuba nihlala nimanyene nam nawo amazwi am ahlale kuni, celani nakuphi na enikunqwenelayo yaye kuya kwenzeka ngenxa yenu.+
14 Yaye sinentembelo yokuba,+ kungakhathaliseki ukuba yintoni na esiyicelayo ngokuvumelana nokuthanda kwakhe, uyasiva.+