ISityhilelo 21:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Wathi kum kwakhona: “Kwenzekile! NdinguAlfa no-Omega, isiqalo nesiphelo.+ Nabani na onxaniweyo ndiya kumnika emthonjeni wamanzi obomi ngesisa.+
6 Wathi kum kwakhona: “Kwenzekile! NdinguAlfa no-Omega, isiqalo nesiphelo.+ Nabani na onxaniweyo ndiya kumnika emthonjeni wamanzi obomi ngesisa.+