Mateyu 21:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kwaye zonke izinto enizicela emthandazweni, ninokholo, niya kuzifumana.”+ Hebhere 11:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngaphezu koko, ngaphandle kokholo+ akunakwenzeka ukumkholisa kakuhle,+ kuba lowo uzayo kuThixo umele akholwe ukuba ukho+ nokuba ungumvuzi+ wabo bamfuna ngenyameko.+
6 Ngaphezu koko, ngaphandle kokholo+ akunakwenzeka ukumkholisa kakuhle,+ kuba lowo uzayo kuThixo umele akholwe ukuba ukho+ nokuba ungumvuzi+ wabo bamfuna ngenyameko.+