Luka 6:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 “Ngaphezu koko, musani ukugweba, yaye nani aniyi kugwetywa;+ musani ukugwebela isohlwayo, yaye nani aniyi kugwetyelwa isohlwayo. Hlalani nikhulula, yaye nani niya kukhululwa.+
37 “Ngaphezu koko, musani ukugweba, yaye nani aniyi kugwetywa;+ musani ukugwebela isohlwayo, yaye nani aniyi kugwetyelwa isohlwayo. Hlalani nikhulula, yaye nani niya kukhululwa.+