IMizekeliso 27:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Musa ukuqhayisa ngemini elandelayo,+ kuba akukwazi okuya kuzalwa yiloo mini.+ Luka 12:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngoko sathi, ‘Ndiza kwenza oku:+ Ndiza kubachitha oovimba bam ndize ndakhe abakhulu ngakumbi, yaye ndiza kuhlanganisela apho konke ukutya kwam okuziinkozo nazo zonke izinto zam ezilungileyo;+
18 Ngoko sathi, ‘Ndiza kwenza oku:+ Ndiza kubachitha oovimba bam ndize ndakhe abakhulu ngakumbi, yaye ndiza kuhlanganisela apho konke ukutya kwam okuziinkozo nazo zonke izinto zam ezilungileyo;+