INdumiso 9:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba, xa ekhangela uphalazo-gazi,+ ngokuqinisekileyo uya kubakhumbula abo;+Ngokuqinisekileyo akayi kusilibala isikhalo sabaxhwalekileyo.+ Luka 18:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngokuqinisekileyo, ngoko, akayi kuthi na uThixo abangele ukuba okusesikweni+ kwenziwe kwabo banyuliweyo bakhe abadanduluka kuye imini nobusuku, kwanakuba enokuzeka kade umsindo+ ngabo?
12 Kuba, xa ekhangela uphalazo-gazi,+ ngokuqinisekileyo uya kubakhumbula abo;+Ngokuqinisekileyo akayi kusilibala isikhalo sabaxhwalekileyo.+
7 Ngokuqinisekileyo, ngoko, akayi kuthi na uThixo abangele ukuba okusesikweni+ kwenziwe kwabo banyuliweyo bakhe abadanduluka kuye imini nobusuku, kwanakuba enokuzeka kade umsindo+ ngabo?