Mateyu 5:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Ke uEwe makabe nguEwe, uHayi wenu, abe nguHayi;+ kuba okugqithe koko kuvela kongendawo.+ 2 Korinte 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kaloku, xa ndandizimisele ukwenza oko, ndandingaqhuli,+ andibi kunjalo? Okanye izinto endizicebayo, ndiziceba ngokwenyama na,+ ukuze kum “uEwe abe nguEwe” “noHayi abe nguHayi”?+ 1 Timoti 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 abahenyuzi,+ amadoda alalanayo, abaqweqwedisi, amaxoki, abafungi bobuxoki,+ nayo nayiphi na enye into echasene+ nemfundiso ephilileyo+
17 Kaloku, xa ndandizimisele ukwenza oko, ndandingaqhuli,+ andibi kunjalo? Okanye izinto endizicebayo, ndiziceba ngokwenyama na,+ ukuze kum “uEwe abe nguEwe” “noHayi abe nguHayi”?+
10 abahenyuzi,+ amadoda alalanayo, abaqweqwedisi, amaxoki, abafungi bobuxoki,+ nayo nayiphi na enye into echasene+ nemfundiso ephilileyo+