Galati 6:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Bazalwana, ukuba umntu uqutyulwe sisiphoso,+ nina enineemfaneleko zokomoya+ zamani ukumlungisa umntu onjalo ngomoya wobulali,+ nizilumkela+ ukuba ningahendwa nani.+
6 Bazalwana, ukuba umntu uqutyulwe sisiphoso,+ nina enineemfaneleko zokomoya+ zamani ukumlungisa umntu onjalo ngomoya wobulali,+ nizilumkela+ ukuba ningahendwa nani.+