Isaya 52:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Ngoku ke, kukuphi na ukulungelwa endinako apha?” utsho uYehova. “Kuba abantu bam bathatyathelwa ilize.+ Bona kanye abo babalawulayo bayabhomboloza,”+ utsho uYehova, “yaye igama lam liphathwa ngokungenantlonelo rhoqo, imini yonke.+ Luka 12:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yaye wonk’ ubani otsho ilizwi elinxamnye noNyana womntu, uya kukuxolelwa oko; kodwa lowo unyelisa umoya oyingcwele akayi kukuxolelwa oko.+
5 “Ngoku ke, kukuphi na ukulungelwa endinako apha?” utsho uYehova. “Kuba abantu bam bathatyathelwa ilize.+ Bona kanye abo babalawulayo bayabhomboloza,”+ utsho uYehova, “yaye igama lam liphathwa ngokungenantlonelo rhoqo, imini yonke.+
10 Yaye wonk’ ubani otsho ilizwi elinxamnye noNyana womntu, uya kukuxolelwa oko; kodwa lowo unyelisa umoya oyingcwele akayi kukuxolelwa oko.+