Yohane 17:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Ndilibonakalisile igama lakho kubantu ondinike bona bephuma ehlabathini.+ Babengabakho, waza wena wabanika mna, yaye baligcinile ilizwi lakho.
6 “Ndilibonakalisile igama lakho kubantu ondinike bona bephuma ehlabathini.+ Babengabakho, waza wena wabanika mna, yaye baligcinile ilizwi lakho.