1 Kumkani 3:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Umele umnike umkhonzi wakho intliziyo ethobelayo yokugweba+ abantu bakho, ukuqonda phakathi kokulungileyo nokubi;+ kuba ngubani na okwaziyo ukugweba+ esi sizwana sakho silukhuni?”+ Marko 11:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kungenxa yoko le nto ndinixelelayo ukuba, Zonke izinto enizithandazelayo nizicele yibani nokholo lokuba sele nizamkele ngokoqobo, yaye niya kuba nazo.+ 1 Yohane 3:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 yaye nantoni na esiyicelayo siyayamkela kuye,+ ngenxa yokuba siyayigcina imiyalelo yakhe kwaye siyazenza izinto ezikholekileyo emehlweni akhe.+
9 Umele umnike umkhonzi wakho intliziyo ethobelayo yokugweba+ abantu bakho, ukuqonda phakathi kokulungileyo nokubi;+ kuba ngubani na okwaziyo ukugweba+ esi sizwana sakho silukhuni?”+
24 Kungenxa yoko le nto ndinixelelayo ukuba, Zonke izinto enizithandazelayo nizicele yibani nokholo lokuba sele nizamkele ngokoqobo, yaye niya kuba nazo.+
22 yaye nantoni na esiyicelayo siyayamkela kuye,+ ngenxa yokuba siyayigcina imiyalelo yakhe kwaye siyazenza izinto ezikholekileyo emehlweni akhe.+