1 Korinte 15:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 Kuhlwayelwa umzimba wenyama,+ kuvuswa umzimba womoya.+ Ukuba kukho umzimba wenyama, kukwakho nowomoya. 1 Petros 1:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kuba niye nazalwa ngokutsha,+ kungekhona ngembewu enokonakala,+ kodwa ngengenakonakala+ enemveliso,+ ngalo ilizwi+ likaThixo ophilayo nohlala ekho.+
44 Kuhlwayelwa umzimba wenyama,+ kuvuswa umzimba womoya.+ Ukuba kukho umzimba wenyama, kukwakho nowomoya.
23 Kuba niye nazalwa ngokutsha,+ kungekhona ngembewu enokonakala,+ kodwa ngengenakonakala+ enemveliso,+ ngalo ilizwi+ likaThixo ophilayo nohlala ekho.+