IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Roma 12:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kuba ngobubele obungasifanelanga endabunikwayo ndixelela wonk’ ubani apho phakathi kwenu ukuba angazicingeli ngaphezu koko amelwe kukuzicingela ngako;+ kodwa makacinge khon’ ukuze abe nengqondo ephilileyo,+ ngamnye njengoko uThixo amabele umlinganiselo+ wokholo.+

  • 1 Timoti 3:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Umveleli ke ngoko ufanele abe ngongenakukhalazeleka,+ indoda yamfazi mnye, abe ngcathu+ ngemikhwa, aphile engqondweni,+ alungelelane,+ abuk’ iindwendwe,+ afanelekele ukufundisa,+

  • Tito 2:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngokunjalo qhubeka uwabongoza amadodana ukuba abe ngaphilileyo engqondweni,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share