Mateyu 6:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 “Ngenxa yoku ndithi kuni: Musani ukuxhalela+ imiphefumlo yenu mayela noko niya kukudla okanye oko niya kukusela, okanye imizimba yenu mayela noko niya kukunxiba.+ Umphefumlo awungaphezulu na kunokutya nomzimba kunesinxibo?+
25 “Ngenxa yoku ndithi kuni: Musani ukuxhalela+ imiphefumlo yenu mayela noko niya kukudla okanye oko niya kukusela, okanye imizimba yenu mayela noko niya kukunxiba.+ Umphefumlo awungaphezulu na kunokutya nomzimba kunesinxibo?+