IZenzo 7:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Kodwa nathabatha intente kaMolokhi+ nenkwenkwezi+ kathixo uRefan, imifanekiso enayenzayo ukuze niyinqule. Ngenxa yoko ndiza kunigxothela+ ngaphaya kweBhabhiloni.’
43 Kodwa nathabatha intente kaMolokhi+ nenkwenkwezi+ kathixo uRefan, imifanekiso enayenzayo ukuze niyinqule. Ngenxa yoko ndiza kunigxothela+ ngaphaya kweBhabhiloni.’