Efese 5:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngenxa yoku musani ukuba ngabangenangqiqo, kodwa qhubekani+ nikuqonda into okuyiyo ukuthanda+ kukaYehova. 1 Petros 4:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kodwa isiphelo sezinto zonke sisondele.+ Ngoko ke, yibani ngabaphilileyo engqondweni,+ nikuphaphele ukuthandaza.+
17 Ngenxa yoku musani ukuba ngabangenangqiqo, kodwa qhubekani+ nikuqonda into okuyiyo ukuthanda+ kukaYehova.
7 Kodwa isiphelo sezinto zonke sisondele.+ Ngoko ke, yibani ngabaphilileyo engqondweni,+ nikuphaphele ukuthandaza.+