IZenzo 15:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kwaye akazange enze lucalucalulo konke konke phakathi kwethu nabo,+ kodwa wazisulungekisa iintliziyo zabo ngokholo.+
9 Kwaye akazange enze lucalucalulo konke konke phakathi kwethu nabo,+ kodwa wazisulungekisa iintliziyo zabo ngokholo.+