1 Korinte 15:53 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 53 Kuba oku konakalayo+ kumele kwambathe ukungonakali, noku kufayo kumele kwambathe ukungafi. Hebhere 12:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba kangangemihla embalwa babesiqeqesha ngokoko kwakubonakala kulungile kubo,+ kodwa yena wenjenjalo ngenxa yengenelo yethu ukuze sibe nenxaxheba kubungcwele bakhe.+ 1 Petros 1:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 kwilifa elingenakonakala nelingadyobhekanga nelingambatshiyo.+ Libekelwe nina emazulwini,+ 1 Yohane 3:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Zintanda, ngoku singabantwana bakaThixo,+ kodwa okwangoku akukabonakaliswa oko siya kuba kuko.+ Siyazi kona ukuba xa sukuba ebonakaliswa+ siya kuba njengaye,+ ngenxa yokuba siya kumbona kanye njengoko anjalo.+ ISityhilelo 20:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Unoyolo+ yaye ungcwele+ lowo unesabelo kuvuko lokuqala; ukufa kwesibini+ akunagunya+ kubo, kodwa baya kuba ngababingeleli+ bakaThixo nabakaKRISTU, balawule njengookumkani kunye naye iminyaka eliwaka.+
10 Kuba kangangemihla embalwa babesiqeqesha ngokoko kwakubonakala kulungile kubo,+ kodwa yena wenjenjalo ngenxa yengenelo yethu ukuze sibe nenxaxheba kubungcwele bakhe.+
2 Zintanda, ngoku singabantwana bakaThixo,+ kodwa okwangoku akukabonakaliswa oko siya kuba kuko.+ Siyazi kona ukuba xa sukuba ebonakaliswa+ siya kuba njengaye,+ ngenxa yokuba siya kumbona kanye njengoko anjalo.+
6 Unoyolo+ yaye ungcwele+ lowo unesabelo kuvuko lokuqala; ukufa kwesibini+ akunagunya+ kubo, kodwa baya kuba ngababingeleli+ bakaThixo nabakaKRISTU, balawule njengookumkani kunye naye iminyaka eliwaka.+