Mateyu 24:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kuba kuya kuvela ooKristu bobuxoki+ nabaprofeti bobuxoki+ yaye baya kunika imiqondiso emikhulu+ nemimangaliso ukuze balahlekise, ukuba kunokwenzeka, kwanabo banyuliweyo.+ 1 Timoti 4:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Noko ke, ilizwi eliphefumlelweyo lithi ngokuqinisekileyo kuya kubakho ixesha+ laxa abathile beya kuphambuka+ elukholweni, benikela ingqalelo kumazwi aphefumlelweyo alahlekisayo+ nakwiimfundiso zeedemon,+
24 Kuba kuya kuvela ooKristu bobuxoki+ nabaprofeti bobuxoki+ yaye baya kunika imiqondiso emikhulu+ nemimangaliso ukuze balahlekise, ukuba kunokwenzeka, kwanabo banyuliweyo.+
4 Noko ke, ilizwi eliphefumlelweyo lithi ngokuqinisekileyo kuya kubakho ixesha+ laxa abathile beya kuphambuka+ elukholweni, benikela ingqalelo kumazwi aphefumlelweyo alahlekisayo+ nakwiimfundiso zeedemon,+