1 Yohane 4:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Le yindlela uthando oluye lwenziwa lwagqibelela ngayo kuthi, ukuze sibe nenkululeko yokuthetha+ ngemini yomgwebo,+ kuba, kanye njengoko enjalo yena, sinjalo nathi kweli hlabathi.+
17 Le yindlela uthando oluye lwenziwa lwagqibelela ngayo kuthi, ukuze sibe nenkululeko yokuthetha+ ngemini yomgwebo,+ kuba, kanye njengoko enjalo yena, sinjalo nathi kweli hlabathi.+