Mateyu 24:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoxa wayehleli kwiNtaba yemiNquma, abafundi baya kuye ngasese, besithi: “Sixelele, Ziya kubakho nini na ezi zinto, kwaye uya kuba yintoni na umqondiso wobukho+ bakho nowokupheliswa kwenkqubo yezinto?”+ 1 Tesalonika 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 ize iziqinise iintliziyo zenu, ukuze ningabi nakusoleka+ ebungcweleni phambi koThixo uBawo wethu ebudeni bobukho+ beNkosi yethu uYesu nabo bonke abangcwele bayo.+
3 Ngoxa wayehleli kwiNtaba yemiNquma, abafundi baya kuye ngasese, besithi: “Sixelele, Ziya kubakho nini na ezi zinto, kwaye uya kuba yintoni na umqondiso wobukho+ bakho nowokupheliswa kwenkqubo yezinto?”+
13 ize iziqinise iintliziyo zenu, ukuze ningabi nakusoleka+ ebungcweleni phambi koThixo uBawo wethu ebudeni bobukho+ beNkosi yethu uYesu nabo bonke abangcwele bayo.+