IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 3:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Waza uYehova uThixo wathi kwinyoka:+ “Ngenxa yokuba uyenzile le nto, uqalekisiwe wena ngaphezu kwazo zonke izilwanyana zasekhaya nangaphezu kwawo onke amarhamncwa asendle. Uya kuhamba ngesisu uze udle uthuli yonke imihla yobomi bakho.+

  • Yohane 8:44
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 44 Nina niphuma kuyihlo uMtyholi,+ yaye nithanda ukwenza ngokweminqweno kayihlo.+ Yena wayesisibulala-mntu kwasekuqaleni,+ yaye akemi enyanisweni, kuba inyaniso ayikho kuye. Xa ethetha ubuxoki, uthetha ngokotyekelo lwakhe, kuba ulixoki noyise wabo ubuxoki.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share