1 Yohane 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Oko kwaye kukho ukususela ekuqaleni,+ esiye sakuva,+ sakubona ngamehlo ethu,+ sakukhangela ngocoselelo saza sakuva+ nangezandla zethu,+ okuphathelele ilizwi lobomi,+ 1 Yohane 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Zintanda, ndinibhalela, kungekhona umyalelo omtsha, kodwa umyalelo omdala+ lowo beninawo ukususela ekuqaleni.+ Lo myalelo mdala lilizwi enalivayo. 2 Yohane 5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoku ke ndiyakucela, nenekazi, njengomntu okubhalela, kungekhona umyalelo omtsha,+ kodwa lowo sasinawo ukususela ekuqaleni,+ ukuba sithandane.+
1 Oko kwaye kukho ukususela ekuqaleni,+ esiye sakuva,+ sakubona ngamehlo ethu,+ sakukhangela ngocoselelo saza sakuva+ nangezandla zethu,+ okuphathelele ilizwi lobomi,+
7 Zintanda, ndinibhalela, kungekhona umyalelo omtsha, kodwa umyalelo omdala+ lowo beninawo ukususela ekuqaleni.+ Lo myalelo mdala lilizwi enalivayo.
5 Ngoku ke ndiyakucela, nenekazi, njengomntu okubhalela, kungekhona umyalelo omtsha,+ kodwa lowo sasinawo ukususela ekuqaleni,+ ukuba sithandane.+